search.noResults

search.searching

saml.title
dataCollection.invalidEmail
note.createNoteMessage

search.noResults

search.searching

orderForm.title

orderForm.productCode
orderForm.description
orderForm.quantity
orderForm.itemPrice
orderForm.price
orderForm.totalPrice
orderForm.deliveryDetails.billingAddress
orderForm.deliveryDetails.deliveryAddress
orderForm.noItems
IsiXhosa Home Language CORE CLASSROOM COURSE


OXFORD UKHANYO


OUP SA IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS.


Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba:  IBanga 10 + 11: INkqubo yokuHlola ihlaziyiwe ngokubhalwe kwincwadi iCAPS (DBE – Strengthening the CAPS circular).


 Zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha.


 Isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo.


 Inesahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo, sineengcebiso eziluncedo kakhulu.


IBANGA 10 INcwadi yoMfundi


IsiKhokelo sikaTitshala


IBANGA 11 *INcwadi yoMfundi


*IsiKhokelo sikaTitshala


IBANGA 12 *INcwadi yoMfundi


*IsiKhokelo sikaTitshala


978 0 19 599500 8 978 0 19 905816 7


978 0 19 904317 0 978 0 19 905943 0


978 0 19 905158 8 978 0 19 599911 2


*The full list of e-pdf titles is available in the price list.


FET PHASE


Umthombo wolwazi


1. Intsomi libali elingeyonyaniso. Kaloku entsomini kuthethwa ngezinto ezingazange zenzeke, nangona zingumfuziselo wezinto ezikhoyo nezenzekayo kubomi bethu bemihla ngemihla. Umbalisi wentsomi ibiba ngumakhulu (nangona kule mihla ibaliswa nangootitshala ezikolweni ). Zazibaliswa ngokuhlwa kuba kukho inkolelo yokuba lowo uthe wayibalisa emini uya kuphuma iimpondo. Eli yayilicebo lokwenza ukuba imisebenzi yemini yenziwe igqitywe ngaphandle kwesiphazamiso.


2. Amaqhina ngoorayirayi okanye ooqash- qash. Njengoko negama lisitsho, iqhina yintetho ebotshiweyo / eqhiniweyo, iinjongo ikukuba lowo ibhekiswa kuye awe evuka efunisela isisombululo seqhina elo. Ebedla ngokudlalwa ngabantwana, ukanti nabantu abadala bebewadlala. Amaqhina ayesonwabisa, echitha isithukuthezi, kwaye elola ingqondo.


UNCWADI LWEMVELI RESOURCES Dictionaries see page 103


Grammar Book see page 68


Iinkcazelo zamagama


Iinkcazelo


Abazukulwana: Abantwana bentombi okanye unyana


bentombi okanye unyana womntu


5. Izaci namaqhalo: Isaci libinzana lentetho elikwekwayo eliqulethe intsingiselo efi hlakeleyo nethi iphuhle sakutyenziswa kwisivakalisi. Umzekelo– Inyoka nesele, Isisele senyathi, Impuku nekati. Iqhalo yintetho okanye isivakalisi esipheleleyo esiqulethe ubulumko okanye imfundiso ethile okanye isiyalo. Umzekelo – Inxeba lendoda alihlekwa.


luncwadi lomlomo. Kaloku luncwadi olunenkqayi olwalufudula lungabhalwa phantsi, koko lugqithiselwa kwizizukulwana ngezizukulwana ngomlomo.


Ezona njongo ziphambili zoncwadi lwemveli kukonwabisa, imfundiso iza mva. Lubalasele ngentshukumo nolinganiso. Luxhomekeke kakhulu kumbalisi okanye kumlinganisi kunye nabaphulaphuli. Luncwadi oluqanjwayo, indlela oyenzelwa ngayo intsomi namhlanje ayingefani naleyo uyenzelwa ngayo ngengomso. Umbalisi okanye umlinganisi uyakhululeka, akabotshelelwa tu yimiqathango yobhalo neyokusebenzisa ulwimi. Lwahlulwa lube ziindidi ngeendidi.


3. Iingoma zakwaNtu: Zonke iindibano okanye izisusa zakwaNtu zihamba nengoma –imitshotsho, imiguyo, iintlombe, intonjane, imitshato, njalo- njalo. Ingoma ihamba nentshukumo yomzimba – ukuxhentsa, ukungqungqa, ukubhayizela, ukuteya, ukungqisha, njalo-njalo.


4. Izibongo zomthonyama: Olu luhlobo apha lwesihobe olungacwangciswayo. Kaloku imbongi yomthonyama igqabhuka ibonge nangantoni na nanini na ithe yachukumiseka. Ayikwazi ukuzibamba, kungoko idume ngokuba novakalelo oluethe-ethe. Zikholisa ukuba nesiphiwo solwimi kunye namava ngezinto zentlalo nezesizwe.


Ngelixa ufundayo Ngelixa ufu y


inkqubo emiselwey y icacisiwe kumsebenzi wesi-2.


Funda ngocoselelo le tekisi ilandelayo, ulandele inkqubo emiselweyo yaxa kufundwa njengoko icacisiwe kumsebenzi wesi-2.


24


Iveki yoku-1 nu-1 neyesi-2: Ukuz


i-2: Ukuzithemba sisiseko sempumelelo mb


2013/05/15 12:54 PM


Literature (Refer to the Literature section for a full list of titles)


Oxford Ukhanyo IBanga 12 INcwadi yoMfundi


38 Oxford University Press South Africa


OxfordSASchools


Rayi-rayi ndinanto yam itsib’ iindonga zidibane!


Ho-o-o-yina!


Emva kokufunda


Xela ukuba luluphi na udidi loncwadi lwemveli oluqhubeka kumfanekiso ngamnye kule ingasentla.


Zixhase kangangoko kwiimpendulo zakho, uze wabelane nomlingane wakho ngowakho umzekelo omnye kwimeko nganye.


Izimamva zezibizo


Yakha izibizo ngemifanekiso ekumsebenzi wesi-6, uhlomele kuzo izimamva ezahlukeneyo, uze uzisebenzise kwizivakalisi ezitolika okuqhubeka emfanekisweni. Ecaleni kwesivakalisi ngasinye bhala intsingiselo eyongezelelwa sisimamva osihlomele kwisibizo sakho. Zikhumbuze ngezimamva zezibizo neentsingiselo ezizongezelelayo kule bhokisi yolwazi ilandelayo!


Iveki yoku-1 neyesi-2: Ukuzithemba sisiseko sempumelelo


25 Book 1.indb 25 2013/05


IKOTA YOKU- 1


Page 1  |  Page 2  |  Page 3  |  Page 4  |  Page 5  |  Page 6  |  Page 7  |  Page 8  |  Page 9  |  Page 10  |  Page 11  |  Page 12  |  Page 13  |  Page 14  |  Page 15  |  Page 16  |  Page 17  |  Page 18  |  Page 19  |  Page 20  |  Page 21  |  Page 22  |  Page 23  |  Page 24  |  Page 25  |  Page 26  |  Page 27  |  Page 28  |  Page 29  |  Page 30  |  Page 31  |  Page 32  |  Page 33  |  Page 34  |  Page 35  |  Page 36  |  Page 37  |  Page 38  |  Page 39  |  Page 40  |  Page 41  |  Page 42  |  Page 43  |  Page 44  |  Page 45  |  Page 46  |  Page 47  |  Page 48  |  Page 49  |  Page 50  |  Page 51  |  Page 52  |  Page 53  |  Page 54  |  Page 55  |  Page 56  |  Page 57  |  Page 58  |  Page 59  |  Page 60  |  Page 61  |  Page 62  |  Page 63  |  Page 64  |  Page 65  |  Page 66  |  Page 67  |  Page 68  |  Page 69  |  Page 70  |  Page 71  |  Page 72  |  Page 73  |  Page 74  |  Page 75  |  Page 76  |  Page 77  |  Page 78  |  Page 79  |  Page 80  |  Page 81  |  Page 82  |  Page 83  |  Page 84  |  Page 85  |  Page 86  |  Page 87  |  Page 88  |  Page 89  |  Page 90  |  Page 91  |  Page 92  |  Page 93  |  Page 94  |  Page 95  |  Page 96  |  Page 97  |  Page 98  |  Page 99  |  Page 100  |  Page 101  |  Page 102  |  Page 103  |  Page 104  |  Page 105  |  Page 106  |  Page 107  |  Page 108  |  Page 109  |  Page 110  |  Page 111  |  Page 112  |  Page 113  |  Page 114  |  Page 115  |  Page 116  |  Page 117  |  Page 118  |  Page 119  |  Page 120  |  Page 121  |  Page 122  |  Page 123  |  Page 124  |  Page 125  |  Page 126  |  Page 127  |  Page 128  |  Page 129  |  Page 130  |  Page 131  |  Page 132