IsiXhosa Home Language CORE CLASSROOM COURSE
OXFORD UKHANYO
OUP SA IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala base Mzantsi Africa.
Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: ukufezekiswa kweemfuno zeCAPS nomxholo otyebileyo kwenza ukuba abafundi bafunde ngokuzithemba futhi bayiqonde ngcono imiba yolwimi
luhambelana nomgangatho wabafundi, nto leyo eyenza ukuba baqonde ngokulula imiba yolwimi kwakunye nemisebenzi esencwadin.i
isikhokelo sikatitshala esicacileyo malunga nokulawulwa kwegumbi lokufundela sinceda utitshala ukuba akwazi ukucwangcisa izifundo
IBANGA 4 INcwadi yoMfundi
IsiKhokelo sikaTitshala INcwadi yokuFunda
IBANGA 5 INcwadi yoMfundi
IsiKhokelo sikaTitshala INcwadi yokuFunda
IBANGA 6 INcwadi yoMfundi
IsiKhokelo sikaTitshala INcwadi yokuFunda
978 0 19 905879 2 978 0 19 599597 8 978 0 19 905285 1
978 0 19 904715 4 978 0 19 905526 5 978 0 19 599587 9
978 0 19 599674 6 978 0 19 905767 2 978 0 19 904671 3
IBANGA 7 INcwadi yoMfundi e-pdf 978 0 19 907953 7
INTERMEDIATE PHASE + GRADE 7
Oxford Ukhanyo IBanga 5 INcwadi yoMfundi RESOURCES
Dictionaries see pages 80–81
Practice Books see page 76
Reading Programmes (Refer to the Oxford Reader Catalogue for a
Siyakhula
38 Oxford University Press South Africa
OxfordSASchools
Emva kokuphulaphula 1. Ziintoni ekufuneka unazo xa uza kwenza incwadi? Zidwelise. 2. Sebenzisa amazwi akho uchaze ukuba kwenziwa ntoni nakwinqanaba loku-1 ukuya kwelesi-6.
3. Uyenza njani incwadi yakho ukuba ihlale icocekile ibe nobomi obude?
4. Ungenza njani ukuze le ncwadi yakho isebenziseke?
Izakhi nemigaqo yokusetyenziswa kolwimi Umsebenzi wesi-2: Izihlomelo
Funda ngezihlomelo apha ngezantsi uze wenze umsebenzi olandelayo.
Uvimba wolwazi Isihlomelo: ligama elicacisa isenzeko ngolu hlobo:
sibonisa ubungakanani
sibonisa ixesha
ISIHLOMELO
sibonisa indawo
sibonisa ubunjani
Imizekelo: Umama udiniwe kuba usebenze kakhulu. (ubungakanani) Utata yena ubuya ebusuku emsebenzini. (ixesha) Babeqala ukudibana elwandle. (indawo) Wamngquba kabuhlungu entloko. (ubunjani)
Funda umhlathana uze ukhethe onke amagama azizihlomelo. Wabhale ngokwesikhokelo esingezantsi. Xela ukuba isihlomelo ngasinye sicacisa ntoni na.
Umz. Kwezinye iindawo kuyana ebusika. Isihlomelo
ebusika
Sicacisa ntoni ngesenzeko? ixesha
UAsiphe ukhule ehlala edolophini. Wayekunqwenela kakhulu ukuya kufunda ezilalini. Kaloku wayeqhayiselwa ngugxa wakhe ngobumnandi bobomi basezilalini. Wayedla ngokuthi ehlotyeni batya kamnandi iziqhamo abazikha emithini, umbona omtsha, imifuno kunye namaceba.
Iveki yoku-1 neyesi-2: Yazi indawo yakho 59 Xhosa Gr 5 LB
BOOK.indb 59
ISAHLUKO SESI- 4 Iweki
Ukuphulaphula nokuthetha
1-2 Yazi indawo yakho
3-4 Masikhenkethe
Ukunikezela intetho
elungiselelweyo
Ukuphulaphula udliwano -ndlebe
Ukufunda ingxelo Ukubhala ingxelo Ukubhala ingxelo
Isibaluli
Ixesha elidlulileyo nelizayo
Uphawu loku nophawu l
Iveki yoku-1 neyesi-2: Yazi indawo yakho Ukuphulaphula nokuthetha
Yazi indawo yakho hetha
Qwalaselani lo mfanekiso ungezantsi nize. Nisebenze ngamaqela nixoxe ngale mibuzo ilandelayo:
Umsebenzi woku-1a: Phambi kokuphulaphula gezantsi nize. Nisebenz
hambi kokuphulaphu 1 2 3 nze ngamaqela nixoxe hula ho o Ixesha elidlulileyo yo
Uphawu lokukhuza nophawu lombuzo
u lombuzo kukhuza Sityelela iindawo
Mfundi, kwesi sahluko uza kufunda oku kulandelayo: ala
andelayo:
Ukufunda nokubukela
Ukuphulaphala imiyalelo
Ukufunda imiyalelo
Ukubhala nokunikezela
ikezela Ukubhala iresiphi esiphi
Izakhi nemigaqo yokusetyenziswa kolwimi
Izihlomelo Izivakalisi ezilula
Izivakalisi ezilula nezimbaxa
Izakhi nemigaqo yokusetyenziswa
1. Xa nijonge la manqanaba, ningathi kwenziwa ntoni apha? 2. Kwinqanaba lokuqala ningathi kwenziwe ntoni? 3. Amanani abekiweyo abonisa ntoni?
la manq
ba loku abekiw
Phulaphula kutitshala xa ekunika amanqanaba okwenza incwadi. Landela imiyalelo katitshala. Apho ubhideka khona buza ukuze ungashiyeki ngasemva.
Umsebenzi woku-1b: Ukuphulaphula imiyalelo kutitshala xa ekuni
zi woku-1b: U1b: Ukuphulaphula imiyalelo
miyalelo katitshala. pho ubhideka khona buza ukuze eki ngasemva.
58 Iveki yoku-1 neyesi-2: Yazi indawo yakho eyesi-2:
BOOK.indb 58 azi indawo yakho 2012/08/14 5:22 PM
kunika amanqanaba okwenza incwadi. Apho
nqanaba, ningathi kwenziwa ntoni apha? kuqala ningathi kwenziwe ntoni? kiweyo abonisa ntoni?
Page 1 |
Page 2 |
Page 3 |
Page 4 |
Page 5 |
Page 6 |
Page 7 |
Page 8 |
Page 9 |
Page 10 |
Page 11 |
Page 12 |
Page 13 |
Page 14 |
Page 15 |
Page 16 |
Page 17 |
Page 18 |
Page 19 |
Page 20 |
Page 21 |
Page 22 |
Page 23 |
Page 24 |
Page 25 |
Page 26 |
Page 27 |
Page 28 |
Page 29 |
Page 30 |
Page 31 |
Page 32 |
Page 33 |
Page 34 |
Page 35 |
Page 36 |
Page 37 |
Page 38 |
Page 39 |
Page 40 |
Page 41 |
Page 42 |
Page 43 |
Page 44 |
Page 45 |
Page 46 |
Page 47 |
Page 48 |
Page 49 |
Page 50 |
Page 51 |
Page 52 |
Page 53 |
Page 54 |
Page 55 |
Page 56 |
Page 57 |
Page 58 |
Page 59 |
Page 60 |
Page 61 |
Page 62 |
Page 63 |
Page 64 |
Page 65 |
Page 66 |
Page 67 |
Page 68 |
Page 69 |
Page 70 |
Page 71 |
Page 72 |
Page 73 |
Page 74 |
Page 75 |
Page 76 |
Page 77 |
Page 78 |
Page 79 |
Page 80 |
Page 81 |
Page 82 |
Page 83 |
Page 84 |
Page 85 |
Page 86 |
Page 87 |
Page 88 |
Page 89 |
Page 90 |
Page 91 |
Page 92 |
Page 93 |
Page 94 |
Page 95 |
Page 96 |
Page 97 |
Page 98 |
Page 99 |
Page 100